Hosea 10:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ziya kutshatyalaliswa indawo ezipakamileyo zase‐Avene, isono so‐Sirayeli; ameva namakakakaka aya kumila pezu kwezibingelo zabo: babeya kuti ezintabeni: Sigubungeleni: nasezindulini: Siweleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iziganga zaseAven, isono sikaSirayeli, zotshabalala. Kuya kuhluma imithana enameva neenkunzana ezibingelelweni zabo; baya kuthi kwiintaba, Siseleleni; nakwiinduli, Siweleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo iintaba zaseAfene, oko kukuthi, isono sikaSirayeli, ziya kuphanziswa; Kuya kukhula imithana enameva neenkunzane ezibingelelweni zabo; baya kuthi kwiintaba, Sigubungeleni; nakwiinduli, Masiwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Asisathethi ke ngamaqonga asezindulini, kuba wona aya kutshatyalaliswa. Angundoqo wesono sikaSirayeli. Kokhula ameva kunye nenkunzane, atsho angabonakali amaqonga abo. Ngoko bosuka bathi ezintabeni: “Siweleni, nisifihle!” ezindulini bathi: “Sigqumeleleni!”