Hosea 11:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NXA u‐Sirayeli abengumntwana, ndandula ndamtanda, ndambiza unyana wam apume e‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oko uSirayeli ebemncinane, ndamthanda, ndambiza unyana wam ukuba aphume eYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oko uSirayeli ebemncinane, ndamthanda, ndambiza unyana wam ngokuba ungumYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“USirayeli ndamthanda kwasebuncinaneni bakhe; ndambiza ukuba aphume eJiputa unyana wam.