Hosea 11:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akayi kubuyela elizweni le‐Jipete, kodwa um‐Asiriya woba ngukumkani wake; ngokuba balile ukuguquka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akayi kubuyela ezweni laseYiputa; nguAsiriya ukumkani wakhe; kuba abavumanga ukubuya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akayi kubuyela kwilizwe laseYiputa, kodwa iAsiriya yoba ngukumkani wakhe, ngenxa yokuba abavumanga ukubuya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke abayi kubuyela kwaseJiputa, kodwa uAsiriya uya kubalawula. Kaloku abavumi ukubuyela kum.