Hosea 12:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ewe, wenza njengenkosi ngakuyo ingelosi, weyisa ke; walila, wataṙuzisa kuyo: wamfumana e‐Betele, nakona apo wateta nati;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazamana naso isithunywa, wafeza, walila, watarhuzisa kuso;samfumana eBheteli, apho ke sasithetha nathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ewe, womelela ngesithunywa eso; walila, wathandaza kuye; wamfumana eBheteli, wathetha nathi khona;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wajijisana nesithunywa woyisa, wakhala ecela inceba. Wahlangana noThixo eBhetele, waza wathetha-thethana naye khona apho –