Hosea 13:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
XESHEKWENI watetayo u‐Frayime, bekuko ukunkwantya, wapakanyiswa kwa‐Sirayeli; kodwa wazeka ityala ngo‐Bali, wabuba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi akuthetha uEfrayim, kwabakho ukothuka; waphakama yena kwaSirayeli, wesuka wazeka ityala ngoBhahali, wafa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi akuthetha uEfrayim, kwabakho ukothuka; wathi wona kuBhahali, wafa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Fudula esithi akuthetha uEfrayim abantu bona bangcangcazela; ewe, yena wayehlonelwa kwaSirayeli. Kodwa ke suka wazixabhela; suka wanqula uBhali waphutha.