Hosea 13:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Upina ke ukumkani wako, ukuze akusindise kuzo zonke izixeko zako? nabagwebi bako bapina, benisiti ngabo: Ndipe ukumkani nenkosi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uphi na ngoku ukumkani wakho, ukuba angakusindisi emizini yakho yonke? Baphi na ngokunje abagwebi bakho abo, wathi, Ndinike ukumkani nabathetheli?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuba ngukumkani wenu; Uphi na omnye wabahlanguli bam ezixekweni zakho zonke? nabagwebi bakho, othe wena, Ndinike ukumkani nabathetheli?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uphi khona loo kumkani wakho ukuba angakusindisi ezixekweni zakho zonke? Ziphi kaloku iinkokheli zakho? Ngani zingakuncedi nje? Kaloku nankqangaza nisithi: ‘Sinike ookumkani nabalawuli.’