Hosea 14:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baya kubuya abo bahleliyo emtunzini wake; bohluma njeng enqolowa, batyatyambe njengomti weveyine: isikumbuzo sake soba njengeveyine yase‐Lebanone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kubuya abahlala emthunzini wakhe, baphile njengengqolowa, batyatyambe njengomdiliya, isikhumbuzo sawo sibe njengewayini yaseLebhanon.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kubuya abahlala emthunzini wakhe; baya kudla ubomi njengengqolowa, batyatyambe njengeediliya; isongo sayo siya kuba njengewayini yaseLebhanon.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abaphila phantsi kwephiko lakhe baya kuchuma njengengqolowa, badubule njengediliya, badume njengewayini yaseLebhanon.