Hosea 2:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndiya kususa amagama o‐Bali emlonyeni wake, baye bona bengasayi kukunjulwa ngegama labo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ndiya kuwasusa amagama ooBhahali emlonyeni wakhe, bangabi sakhunjulwa ngamagama abo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndiya kuwasusa amagama ooBhahali emlonyeni wakhe, namagama angabi sakhunjulwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ndosusa kwa-amagama athi: ‘Bhali,’ angabi sabikho emlonyeni wakhe, angabi saphinda akhunjulwe.