Hosea 2:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nabantwana bake andiyi kuba nenceba ngakubo, ngokuba bengabantwana bemibulo bona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndingasikwa mfesane ngenxa yabantwana bakhe; kuba bengabantwana bobuhenyu bona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
andiyi kubaconga oonyana bakhe; ngokuba bengabantwana bobuhenyu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andiyi kuba nanceba kubantwana bakhe; kaloku ngabantwana bobuhenyu.