Hosea 2:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko ndobuya nditabate inqolowa yam ngexesha layo, neveyine entsha yam ngomzuzu wayo; ndandiya kususa uboya bam nefelase yam, ezipiweyo ukugubungela ubuzé bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko ndiya kubuya, ndiyithabathe ingqolowa yam ngexesha layo, newayini yam entsha ngexesha layo elimisiweyo;ndibuhluthe uboya beegusha, neflakisi yam yokugubungela ubuze bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngako oko ndiya kubuya, ndiyithabathe ingqolowa yam ngexesha layo, newayini yam entsha ngexesha layo elimisiweyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ndoyihlutha ingqolowa ngexesha layo, newayini ngethuba elimisiweyo; ewe, ndomhlutha uboya kunye nelinen, izinto afihla ubuze bakhe ngazo.