Hosea 4:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abantu bam bayabuza emtini wabo, nentonga yabo iyashumayela kubo; ngokuba umoya wemibulo ubalahlekisile; bemkile ngapantsi kwotixo wabo ngombulo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abantu bam babuzisa kumthi wabo; nentonga yabo iyabaxelela;ngokuba umoya wobuhenyu ubalahlekisile; bahenyuze bemka phantsi koThixo wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abantu bam babuzisa ubutyebi babo, umsimelelo wabo ubaxelela; ngokuba umoya wobuhenyu ubalahlekisile, bahenyuze phantsi koThixo wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
yabantu bam. Bade babuzise nakumfanekiso womthi; bafun' ukutyhilelwa nayintonga yembala. Kaloku balahlekiswa ngumoya wobuhenyu; bakrexezile bamlahla uThixo wabo.