Hosea 4:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Njengokwandiswa kwabo, kwaba njalo ukundona kwabo: ubungcwalisa babo ndobuguqula bube lihlazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okukhona bandileyo, kokukhona bonileyo kum; uzuko lwabo ndiya kulwananisa ngocukucezo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi bakuba besanda, basuka bagatya, banjalo; ke ngoko uzuko lwabo ndiya kuluguqula lube lihlazo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Okukhona baye besanda ababingeleli, kokukhona kwandayo nokundona kwabo. Ke lona olo dumo lwabo ndolujika lube lihlazo.