Hosea 4:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwoti ke, njengokuba benjalo abantu, woba njalo umperisite; ndiya kuyohlwayela pezu kwabo imikwa yabo, nezenzo zabo ndozipindezela kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuya kuthi, njengoko banjalo abantu, abe njalo umbingeleli;ndizivelele iindlela zakhe kuye, ndizibuyisele kuye iintlondi zakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kuba njengababingeleli, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubohlwaya ngenxa yeendlela zabo ndize ndibabuyekeze ngezenzo zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke mna ndobopha ngentamb' enye, ndingakhethi mntu nambingeleli, ndibohlwaye bonke ngenxa yeendlela zabo, ndibabuyekeze ngenxa yeentlondi zabo.