Hosea 6:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yizani, masibuyele kuyehova, ngokuba eqwengile, kanti wosipolisa; ubetile, kanti wosibopa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yizani sibuyele kuYehova; kuba eqwengile, wosiphilisa;uxabele, wosibopha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yizani sibuyele kuYehova, kuba eqwengile, wosiphilisa; Ubethile, yaye uya kusibopha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Yizani kaloku, sibuyele *kuNdikhoyo. Ewe, yena usidlakazile, kodwa usenako ukubuya asinyange. Ngenene yena usenzakalisile, ukanti ke angabuya asibophe.