Hosea 6:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bendifuna ububele, bendinga funi umbingo; nokwaziwa kukatixo, ngapezu kwamadini okutshiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ndinonelele uthando, andinonelele mbingelelo;ndinonelele ukwazi uThixo, ngaphezu kwamadini anyukayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndithanda inceba, andithandi mbingelelo; kwaye ukwazi uThixo kungaphezu komlilo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ndithanda inceba, andithandi minikelo. Ndinonelele ukwazi uThixo ngaphezu kwamadini atshiswayo.