Hosea 7:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ir̔atshi lika‐Sirayeli liyanqi̔na ngasebusweni bake; kodwa abaguqukeli kuyehova utixo wabo, abamfuni kanjalo ngako oku konke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iqhayiya likaSirayeli liyangqina ebusweni bakhe; noko ababuyeli kuYehova uThixo wabo, abamfuni kuko konke oku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Libonakala emehlweni akhe iqhayiya likaSirayeli; akabuyelanga kuYehova uThixo wawo, akamfunanga ngenxa yoko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ikratshi likaSirayeli liyamkhonkotha, kodwa nkqi kubo ukubuya beze kuNdikhoyo uThixo wabo; ewe, abazidubi nangokumfuna.