Hosea 7:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makube nzima kubo! ngokuba bendibalekile; imbujiswa maibe pezu kwabo! ngokuba beqipukelene nam; nangona ndim owabakululayo, bate bona noko baziteta ilwimi ngakum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yeha ke bona! kuba babalekile kum. Yimbubho kubo! kuba bakreqile kum. Mna ngendibakhulule, basuka bona bathetha amanga ngam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yeha ke bona! ngokuba babaleka kum, mabafikelwe kukutshabalala ngokuba bandingcatshile; Mna ndibakhulule, basuka bona bathetha ubuxoki ngam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mawoo, ngokuba banxaxhile kum! Yintshabalalo kubo, ngokuba bemkile bandishiya! Mna ndiyafuna ukubahlangula, koko suka baxoka ngam.