Hosea 7:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba zisondeza intliziyo yazo, njengeziko, ekulaleleni kwazo; umoji wazo uyalala butongo ubusuku bonke; kwakusa iyatsha njengomlilo odangazelayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba bayisondeze intliziyo yabo emlaleni wabo, ngathi kusezikweni lezonka; bonke ubusuku ulele umoji-zonka wabo;kusasa lona livutha njengomlilo olenyayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bazilungisa iintliziyo zabo njengombumbi bebukele; umpheki wabo uhlala ubusuku bonke; kusasa uyavutha njengomlilo olenyayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku iintliziyo zabo zinjengeziko; ewe, zona zivutha ngamayelenqe. Ingcwangu yabo ilala ubusuku bonke, kusasa idangazele njengomlilo.