Hosea 7:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abasemzini bayawadla amandla ake, kanti yena akazi; ewe, izimvi zite sa pezu kwake, kanti yena akazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abasemzini bawadlile amandla akhe, ukanti yena akazi;nezimvi zithe saa kuye, noko akazi yena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abasemzini bawadle bawadla amandla akhe, ukanti yena akakwazi oko; Ewe, izimvi zilapha naphaya, kodwa akazi yena.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abasemzini bawaxhaphazile amandla akhe; ke kuye kurhidiwe, akaqondi. Kaloku yena ngoku iinwele zakhe zixubile, ibe ke phofu engaqondi.