Hosea 9:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utixo wam wobalahla, ngokuba bengampulapulanga: boba ngamadungadunga pakati kwezizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo wam uya kubacekisa, kuba bengamphulaphulanga; baya kuphalaphala ezintlangeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo wam uya kubashiya, ngenxa yokuba bengakuphulaphulanga, yaye baya kuphalaphala ezintlangeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo wam wabalahla kwesinomhlwa; kaloku bona abamphulaphulanga. Ngoko ke boba ziimbacu ezizweni.