Isaiah 1:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa nizayo ukuza kubonakala pambi kwam, kubiziwe ngubanina oku esandleni senu, ukunyatela amakusi am?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa niza kubonakala ebusweni bam, ngubani na okufunileyo oko esandleni senu, ukugqusha iintendelezo zam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uza kubonakala phambi kwam, ngubani na oyalele ukuba ungene ezintendelezweni zam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nide nize kum nje, nibizwe ngubani? Nisafuna ntoni apha kum? Hayi bo! Phezani ukuyixovula le nkundla!