Isaiah 1:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa imbujiswa yabagqiti naboni yoba kunye; nabo bamshiyayo uyehova baya kugqityelwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukwaphulwa kwabakreqi naboni kube kunye, bapheliswe abamshiyayo uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukutshatyalaliswa kwabakreqi naboni kuya kuba kunye, nabo bamshiyileyo uYehova baya kutshabalala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke baya kutshabalala bonke abavukeli-mbuso nabanxaxhayo; ewe, uNdikhoyo uya kubabhubhisa bonke abakreqi.