Isaiah 1:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba niya kuba nentloni ngenxa yemikoba enibe niyinqwenele; naniya kudana ngenxa yemiyezo enaniyiqashile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba baya kudana yimiterebhinti ebeniyinqwenela, nibe neentloni yimiyezo ebeniyinyula;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba baya kudana ngenxa yemioki ebeniyinqwenela, nibe neentloni yimiyezo eniyinyulileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke nosuka nibe manyonywana ngenxa yale mithi yemioki niyinqulayo, ngokunjalo nayiloo miyezo yamanyundululu.