Isaiah 1:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onamandla woba njengenxubuwa, nomsebenzi wake njengentlantsi; baya kutsha bobabini kunye, kungeko oya kucima.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nenjengele ibe yingxubuwa, nomsebenzi wayo ube yintlantsi, kutshe kuphele kokubini kunye, kungabikho ucimayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nenjengele ibe njengentambo, nomenzi wayo ube yintlantsi, kutshe kuphele kokubini kunye, kungabikho ucimayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njengoko nengca itshiswa nayintlantsi le, nawo ke amagorha aya kutshabalala. Ewe, aya kubhujiswa yimisebenzi yawo, ibe ke akukho uya kulamla.