Isaiah 10:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Isisalela, isisalela sika‐Yakobi, soguqukela kutixo ongusomandla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amasalela aya kubuya, amasalela akwaYakobi, eze kuThixo oligorha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amasalela aya kubuya, amasalela akwaYakobi, abuyele kuThixo oligorha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amasalela endlu kaSirayeli aya kubuyela kwigorha elinguThixo wawo.