Isaiah 10:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nangona abantu bako o‐Sirayeli banjengentlabati yolwandle, isisalela siya kuguqukela kuye. Ukugqityelwa kumisiwe, kukukulisa ngobulungisa:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba nangona bathe baba ngangentlabathi yaselwandle abantu bakho, Sirayeli, kobuya amasalela odwa kubo; ukupheliswa kumisiwe kwagqitywa, kukhukula ubulungisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba nangona uhlanga lwakho, Sirayeli, belunjengentlabathi yaselwandle, obuya kubuya amasalela alo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nangona nje ngoku amaSirayeli ebonakala eyinyambalala enjengeenkozo zentlabathi eselunxwemeni lolwandle, kuphela yimbinana nje eya kusinda ibuye. Kaloku phezu kwawo kulenga-lenga intshabalalo – ibe ifanele ke phofu.