Isaiah 10:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
koko kuseko ixeshana elincinanana, wandul’ ukugqitywa umsindo, nengqumbo yam ekutshabalaleni kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kusaya kuba mzuzwana mncinane, kuphele ukubhavuma kwam, nomsindo wam uye kumonakalisa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba lisaya kuba lifutshane ixesha, ukuba iphele ingqumbo, nomsindo wam ubatshabalalise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku kukancinane nje uphele umsindo wam ngakuni, ndandule ke ukuwavuthulula ndiwatshabalalise.