Isaiah 10:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bacandile ingxingwa; i‐Geba yindawo yabo yokulalisa: i‐Rama iyangcangcazela; i‐Gibeha ka‐Saule iyasaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baqabele enkalweni, bathi, Masilalise eGebha. Iyagubha iRama, isabile iGibheha yakwaSawule.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Badlula ngendlela; ayakha iGebha; iRama iyoyika; iGibheha yasaba ngenxa kaSawule.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kubi, nantso iqabel' enkalweni, ngobusuku yanqumama eGebha phaya. Abemi baseRama batsho bankwantya, iGibheya yakuloSawule ke yona nantso igil' izicithi isaba!