Isaiah 10:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
I‐Mademena ibalekile; abemi base‐Gebime benzile intsabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
IMadema ibalekile; abemi baseGebhim bazisabisile iintsapho zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
iMadmena isusiwe; abantu baseGebhim bahlanganisana ukuba basabe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku abemi baseMadema bayasaba; bona abaseGebhim bayazisindisa.