Isaiah 10:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba esiti: Inkosana zam kunye azingabo na okumkani?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uthi, Abathetheli bam asingookumkani bonke na? IKaleno ayinjengeKarkemishe na,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uthi, Abathetheli bam asingookumkani ngokupheleleyo na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uAsiriya uyaqhayisa, uthi: ‘Iingqwayi-ngqwayi zam zikwangookumkani!