Isaiah 10:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
I‐Kaleno ayinjenge‐Karakemishe na? i‐Hamati ayinjenge‐Arapadi na? i‐Samariya ayinjenge‐Damakusi na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
iHamati ayinjengeArpadi na, owakwaSamari awunjengeDamasko na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
iKalno ayifane na neKarkemishe? Xa ndithi, iHamati ayinjengeArpadi? iSamariya ayinjengeDamasko na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
OoKaleno nooKarkemishe bona ndabageqa; iiHamati neeArpadi ndazisukelisa; kooSamariya nooDamasko ndathi ginyi-qobo!