Isaiah 11:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usana luya kudlala emnxunyeni weṙamba, nomntwana olunyulweyo wobeka isandla sake pezu kwentunja yebasiliske.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
adlale umntwana owanyayo emngxunyeni wephimpi, olunyulweyo ase isandla sakhe elukhozweni lweliso lerhamba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye umama oncancisayo uya kudlala emanzini benyoka, nomntwana olunyulweyo afake isandla sakhe kuloo nto imanzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nosana lodlala emngxunyeni wephimpi, umntwana ufike exhokonxa irhamba.