Isaiah 13:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba inkwenkwezi zezulu, nezikwenkwezi ezikulu zalo, aziyi kukazimlisa ukukanya kwazo; ilanga loba mnyama ekupumeni kwalo, nenyanga ayiyi kukanyisa ukukanya kwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba iinkwenkwezi zezulu namakroza alo akayi kukhanyisa kukhanya kwawo; liya kuba mnyama ilanga ekuphumeni kwalo, inyanga ingabi mhlophe ukukhanya kwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba iinkwenkwezi zezulu neenkwenkwezi zazo aziyi kukhanyisa kukhanya kwazo; liya kuba mnyama ilanga ekuphumeni kwalo, nenyanga ingakhanyisi ukukhanya kwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Esibhakabhakeni iinkwenkwezi namaqela azo zosuka zifiphale zingabi nakukhanya. Ke lona ilanga lophuma lizilile, nenyanga ngokwayo iya kugungxa.

Recommended Reading