Isaiah 13:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Osukuba efunyanwa uya kuhlatywa, nosukuba ebaleka wowa ngesiṙele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abo bafunyenweyo baya kuhlatywa amahlanza, bonke abo babanjiweyo bawe likrele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke abafunyenweyo baya kutyunyuzwa; yaye wonke ubani othe wawumanya nawo uya kuwa likrele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lowo ufunyenweyo uya kuhlatyaniselwa; bonke ababanjiweyo baya kubulawa.