Isaiah 13:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Izipeta zawo ziya kutyumza amadodana; nesixakato sesizalo akayi kuba nanceba ngakuso; iliso lawo aliyi kuba nalusizi pezu kwabantwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izaphetha zawo ziya kukhahlela amadodana, nesiqhamo sesizalo angabi namfesane siso; iliso lawo lingabi nanceba kubo abantwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Izaphetha zawo zowaphula amadodana; nesiqhamo sesizalo sikanina abayi kuba namfesane; amehlo abo akayi kubaconga abantwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Okwakungabafana aya kubageqa ngeentolo; wona akanalusini nasezintsaneni; ewe, akavakalelwa nasebantwaneni.