Isaiah 13:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenxa yoku izandla zonke ziya kupolelwa, nazo zonke intliziyo zabantu zonyibilika;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoko ziwile iingalo zonke, zonke iintliziyo zabantu zinyibilikile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngako oko, zonke izandla ziya kubethwa, neentliziyo zabantu bonke ziya kuthamba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke zona izandla zitsho zanomkhinkqi. wonk' umntu wangenwa yintaka.