Isaiah 14:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aba bonke baya kuteta, bati kuwe: Ude waba butataka njengati nawe na? ude wafana nati na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke ziphela zasusela ngelithi kuwe, Nawe wenziwe ofayo njengathi na? usuke wafana nathi na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kuthetha bonke, bathi kuni, Nani wenziwe ofayo njengathi na? uyafana nathi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke bobhekisa kuwe, bathi: “Ingaba nguwe na lo selelutywantsi? Ingaba nguwe na lo ofana nathi?”