Isaiah 14:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa uyahliselwa ehadesi, emacaleni esihogo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kanti uya kuhliselwa kwelabafileyo, engontsini yomhadi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Noko ke, uya kuhliselwa kwelabafileyo, emacaleni omhadi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke usuke watshon' engcwabeni, weyela enzonzobileni yomhadi.