Isaiah 14:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuyi kubandakanywa nabo ekuncw̔atyweni; ngokuba ilizwe lako ulitshabalalisile, n abantu bako ubabulele: inzalo yabenzi bokungalungileyo abasayi kudunyiswa napakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akuyi kubandakanywa nabo engcwabeni, ngokokuba walonakalisayo ilizwe lakho, wababulala abantu bakho; ayiyi kuba nagama naphakade imbewu yabenzi bobubi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukuzibandakanya nabo kwelabafileyo, ngokokuba walonakalisayo ilizwe lakho, wababulala abantu bakho; abayi kukwaziwa naphakade abantwana benkohliso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
owakh' umngcwabo soz' ufane nowabo. Kaloku wena wabatshabalalisa wababhuqa; wababopha ngentamb' enye nabakho abantu. Intw' ekhohlakele nesizukulwana sayo negama layo soze libe nto!