Isaiah 14:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
UFUNGILE uyehova wemikosi, ngokuti: Ngenyaniso njengoko ndicingileyo, kwoba njalo, nanjengoko ndicebileyo, kwoma njalo!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ufungile uYehova wemikhosi wathi, Inyaniso, njengoko ndicinge ngako, koba njalo; njengoko ndicebe ngako, koma ngolo hlobo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ufungile uYehova wemikhosi wathi, Inyaniso, njengoko ndakhumbulayo, koba njalo; njengoko ndicebe ngako, koba njalo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo uSomandla-onke ufunge wathi: “Konke endikucwangcisileyo kuza kwenzeka; ziza kufezeka zonke iinjongo zam.