Isaiah 14:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti emhleni uyehova aya kukunika ukupumla ebuhlungwini bako, nasesitukutezini sako, nasenkonzweni elukuni ubukonziswa ngayo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuya kuthi, mini uYehova aniphumzayo ekwaphukeni kwenu, nasekugungqeni kwenu, nasekukhonzeni okunzima, enakhonziswa ngako,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kuthi, xa athe uYehova waniphumza ebubini benu, nasekunkwantyiseni kwenu, nasekukhonzeni kwakho nzima,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mhla *uNdikhoyo wanipha umtyhi kwintlungu nehambo-nzima, nakumzabalazo wokusebenza nzima,