Isaiah 14:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andule amazibulo amahlwempu adle, nabasweleyo balale pantsi ngokunqaba; kodwa ingcambo yako ndoyibubisa ngendlala, nesisalela sako siya kubulawa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kudla abazizisweli, abuthe ekholosile amahlwempu;ndibulale ingcambu yakho ngendlala, abulawe amasalela akho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kudla abazizisweli, abasweleyo balale bekholosile; kwaye ndiya kuyibulala ingcambu yakho ngendlala, kwaye uya kuwabulala intsalela yakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Aya kuhlutha amahlwempu abantu bam, abahlelelekileyo bahlale bekhuselekile, ke wena ndikugengqe ngendlala, kungasali nditsho nempunde le!