Isaiah 15:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba amanzi ase‐Nimra eyingcitakalo; ngokuba inca ibunile, utyani bupelile, uhlaza lungaseko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba amanzi aseNimrim athe qoko; kuba bubunile utyani, luphelile uhlaza, awukho umfuno.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba amanzi aseNimrim aya kuba yintlango, ngenxa yokuba ingca yomile, ingca iwile, ayibikho luhlaza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Intlanjana yeNimrim yona yome khonkqo, notyani ecaleni kwayo apho butshazile; ewe, akusekho hlaza, kome khwahla.