Isaiah 16:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti, okuya abonakele u‐Mowabi, okuya uzidinisile pezu kwendawo epakamileyo, waza wangena endaweni eyingcwele yake ukutandaza, akayi kweyisa noko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuya kuthi, xa athe wabonakala, xa athe wazidinisa uMowabhi esigangeni, wangena engcweleni yakhe ukuba athandaze, asuke angabi nakuthini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa kubonakala ukuba uMowabhi udiniwe, uya kuthandaza engcweleni yakhe; kodwa akayi kuphumelela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaMowabhi aziduba nje ngokunyuka intaba esiya kunqula; yonke loo nto yinkcitha-xesha.