Isaiah 17:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngexesha lokuhlwa, nasi ke isoyikiso! kungekasi, aziseko! Esi sisabelwa sabo basipangayo, nesahlulelwa sabo batimba kuti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngexa langokuhlwa, nanko zikhwankqile; kungekasi, azikho.Siso eso isahlulo sabasidywidayo, nelifa labasiphangayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, ngokuhlwa, kukho iliza lembandezelo; kungekafi, akakho. Siso eso isabelo sabasiphangayo, sisiphelo sabasiphangayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngorhatya bahlasela kutsho kunyembeleke, kanti kusasa abaziwa nomkhondo. Banjalo ke abo basixhaphazayo; eso sisabelo sâbo bazithathelayo.