Isaiah 17:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo inqaba iya kupela kwa‐Frayime, nobukumkani kwi‐Damakusi nesisalela sama‐Siriya; boba njengababungcwalisa bosapo luka‐Sirayeli, utsho uyehova wemikosi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ipheliswe inqaba kwaEfrayim nobukumkani kwiDamasko, amasalela ama-Aram abe njengobuqaqawuli boonyana bakaSirayeli;utsho uYehova wemikhosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kuma inqaba kwaEfrayim nobukumkani baseDamasko, namasalela akwa-Aram; baya kuba njengobuqaqawuli boonyana bakaSirayeli; utsho uYehova wemikhosi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
KwaSirayeli zophela izixeko ezinqatyisiweyo, ke bona ubukumkani baseDamasko ngokunjalo namasalela aseSiriya oba yinto yezolo, ngathi ludumo lwamaSirayeli,” utsho *uNdikhoyo uSomandla-onke.