Isaiah 17:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwoba njengokuya umvuni abuta inqolowa emiyo, azivune izikwebu ngengalo yake; kwoba njengokucolwa kwezikwebu emhlanjeni wama‐Rafa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuya kuba njengomvuni ehlanganisa ingqolowa emiyo, ingalo yakhe isika izikhwebu, kube njengokubhikica izikhwebu esihlanjeni samaRafa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kuba njengomvuni ebutha ingqolowa, ewunqumla ukhula ngesandla sakhe; yaye kuya kuba njengalowo uhlanganisa ukhula entlanjeni yakwaFaro.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USirayeli woba ngathi yintsimi engqolowa isikwayo; kwaSirayeli kuya kubharha kube sedizeni – wofana namasimi entili yaseRefayim.