Isaiah 17:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngomhla lowo umntu wobeka kumenzi wake, namehlo ake okangela koyingcwele ka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngaloo mini umntu uya kondela kuMenzi wakhe, amehlo akhe akhangele koyiNgcwele kaSirayeli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaloo mini umntu uya kukhangela kuMenzi wakhe, namehlo akhe akhangele koyiNgcwele kaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaloo mihla ke abantu baya kubhenela kuMdali wabo, bakhangele kulowo unguYedwa kaSirayeli.