Isaiah 19:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye uyehova eya kumana ebeta ama‐Jipete, ade awapilise; ngokuba eya kuguqukela kuyehova, oya kukungeleka kuwo, awapilise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova uya kuwabetha ke amaYiputa, ebetha ephilisa;abuyele kuYehova, yena athandazeke ngawo, awaphilise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova uya kuwavelela amaYiputa; Uya kubetha, aphilise; baya kubuyela kuYehova, yena eve, abaphilise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo uya kuwohlwaya ngezibetho amaJiputa, kambe ke wobuya aphozise. Aya kuthi akubhenela kuye amaJiputa, uNdikhoyo asabele awanyange.