Isaiah 2:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amehlo aqanqalazayo abantu aya kutotyelwa pantsi, nokuzidla kwamadoda kuya kutotywa; nguyehova yedwa oya kubekwa pezulu ngomhla lowo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amehlo aqwayingileyo esintu othotywa, noqhankqalazo lwamadoda lusibekeke; nguYehova yedwa owoba yingxonde ngaloo mini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amehlo aphakamileyo abantu aya kuthotywa, neqhayiya labantu liya kuthotywa, yaye ngaloo mini nguYehova yedwa oya kuphakanyiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ikratshi lomntu lihlalele ukuphuthiswa, nokukhukhumala kwakhe kuthotywe. Ngaloo mini ke nguNdikhoyo yedwa oya kubalasela.